Ndam’bona uMolokazana, etsala nge nchebe,
eshaya nge mpama ikhehle
Ndam’bona uMolokazana, etsala nge nchebe,
eshaya nge mpama ikhehle
He Mamo, Maamooo
He Mamo, Mama ka Sibongile
Ndiphempe, we mama, sikhuluma nawe
ushay’ impama uncimfe ma, sikhuluma nawe
He Majola, phum’entilongweni,
Ndine ngaxa ngaxa zomzi wam
Iyoho, hayi o hayi,
Ndine ngaxa zomzi wam
He Majola he Majola